1. |
Okuqhotyoshelwe apha ziilisti zamvanje zabathengisi ababhalisiweyo izikolo ezinokuthenga kubo iincwadi zazo zezifundo (textbooks) nezinye izibonelelo, ngokungqinelana nomhlathi 5.1.1 (b) weSetyhula 0051/2007 ye-21 Septemba 2007. |
2. |
Babeceliwe bonke abathengisi ukuba babhalise imvumelwano entsha yeli thuba likhankanywe apha ngasentla, kwaye ezi listi zibonisa bonke abathengisi ababhaliso lwabo luvunyiweyo. Abathengisi abatsha baboniswe ngokubhalwa ngqindilili kwezi listi. |
3. |
Le ngcaciso imfutshane ithatha indawo yeNgcaciso eMfutshane yeCandelo loLawulo lokuThengwa kweeMpahla neeNkonzo >0015/2008 ye-03 Oktoba 2008. |
ISAYINWE: : NGU- WL CARELSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2008:10:14
|