2. |
Kucelwa uqaphele ukuba amaxesha anikwe kwimihlathi 2.1 no-2.2 okubhalwa kweemvavanyo (09:45 de kube 11:00) akachanekanga. Kodwa ke amaxesha anikwe kumhlathi 10 wale ngcaciso imfutshane achanekile, nangala:
09:00 de kube 09:30 Ukwenziwa kwamalungiselelo ovavanyo
09:30 de kube 11:00 Ukubhalwa kovavanyo
|