1. Bonke abafundi babucala bafakwe kumaziko apho kufuneka babhalele khona uViwo lukaMeyi/Juni 2008 kwaye sele bexelelwe ngoku.
2. Mazincede iinqununu zithathele ingqalelo la malungiselelo kwaye zingathetha-thethani nabafundi ngabanye ngabanye okanye nabazali babo ngendawo eyenye abanokuyisebenzisa. Akukho lutshintsho lweziko luya kuvunyelwa ngoku.
3. Iya kuthakazelelwa kakhulu intsebenziswano yakho ngokumalunga noku.


ISAYINWE: NGU-AP CLAUSEN
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2008:04:22