1. Kuqhotyoshelwe apha ikopi yokuqala yePhetshana leeNdaba ze-FET elinguNyanga-ntathu.
2. Injongo yeli phetshana kukunxibelelana nabo bonke abo bachaphazelekayo (stakeholders) kwiMfundo yaye, ingakumbi ootitshala babafundi bezikolo ze-FET.
3. Sifuna ukwabelana nani nokukhe sicinge ngezo zinto sizenze ngempumelelo kwikota egqithileyo nokuqaphela ezinye zeziganeko ezizayo kwikota yesithathu.
4. Siya kuyithakazelela kakhulu into yokuba ninokusazisa kwelenu icala oko nikulindeleyo kwiCandelo leZikolo ze-FET.
5. Ukuba unqwenela ukwenza igalelo okanye unike ingcebiso malunga nokuba ucinga ukuba singabanceda njani na abafundi, ootitshala nezikolo ze-FET, sicela uqhagamshelane nomlawuli, uNksk Phumla Satyo kule dilesi inikwe kweli yephetshana leendaba.


ISAYINWE: NGU- SM NAICKER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2008:08:04

FET Quarterly Newsletter  (ubukhulu: 925 KB)