2. |
Uxwebhu lwesikhokelo lubonelela ngale ngcaciso ibalulekileyo ilandelayo emayaziswe bonke ootitshala nabafundi bePhysical Sciences beBakala 12:
|
2.1 |
Ifomathi yamaphepha oviwo namanqaku kanye aya kunikwa
|
2.2 |
Imilinganiselo eya kunikwa iziphumo zokufunda
|
2.3 |
Ukucaciswa kwemigangatho yovavanyo
|
2.4 |
Inkcazo ngemibuzo ecingisa nzulu kunye neminye kumaphepha eemviwo
|
2.5 |
Uxwebhu lwedatha lwamaPhepha 1 no-2
|
2.6 |
Ulwazi lwangaphambili kumaBakala 10 no-11
|
2.7 |
Ingxam yekhontenti eya kuvavanywa kwiimviwo zokugqibela ngo-2008
|
3. |
Ziyacelwa iinqununu ukuba zazise okukule ngcaciso imfutshane bonke ootitshala nabafundi abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo.
|
ISAYINWE: NGU-Z. MODIMAKWANE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2008:03:28
|