1. Ngokwenjenje kwaziswa bonke abachaphazelekayo ukuba itheko lephondo lokuqaphela inkonzo ende eyenziwe ngabasebenzi abagqibe inkonzo yeminyaka engama-30 nama-40 ngo-2007, liya kwenziwa esandula kuqala unyaka ozayo (2008).
2. Ezinye iinkcukacha ngokunxulumene noku ziya kwaziswa ethubeni.


ISAYINWE: NGU-E. KIRSTEN
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:11:23