1. Ukwenzela ukuba iSebe leMfundo leNtshona Koloni libenakho ukuqhagamshelana nawe ngethuba leeholide zesikolo zikaDisemba, xa kunokuthi kubekho imeko engxamisekileyo ngokumalunga neziphumo zeeMviwo zeMatriki, kuya kusivuyisa ukuba unokuzalisa esi sihlomelo siqhotyoshelwe apha, uze usibuyisele kule ofisi ungagqithanga owe-28 Novemba 2007.
2. Kucelwa uqaphele ukuba esi sicelo seedilesi ngethuba leholide masingabhidaniswa nesicelo seedilesi esivela kwii-EMDC ukulungiselela ukuqokelelwa kweziphumo zeeMviwo zeMatriki.
3. Uyacelwa ke ngoko ukuba uthi ngokukhawuleza ufeksele okanye uthumele nge-imeyili okanye ngeposi esi siHlomelo A siqhotyoshelweyo kule dilesi ilandelayo :
Western Cape Education Department
Directorate: Examinations
Attention: Mr G September
Private Bag X9114
Cape Town
8000
Inombolo yefeksi: 021 461 5637 		
I-imeyili: gseptemb@pgwc.gov.za


ISAYINWE: NGU-A.P. CLAUSEN
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:10:01

Isihlomelo A  (ubukhulu: 320 KB)