1. Le Ngcaciso iMfutshane yoPhuhliso lweKharityhulam 0042/2007 yazisa izikolo ngomboniso weencwadi apho abapapashi baya kubonisa iincwadi zezifundo ezivunyiweyo zeBakala 12 nezikhokelo zikatitshala. Lo mboniso weencwadi uya kubakho kwisithili se-EMDC ngasinye kweli thuba leeveki ezimbini, ukuqala nge-28 Meyi ukuya kwi-8 Juni 2007, ukuncedisa iinqununu ukuba zikhethe iincwadi zezifundo zeBakala 12 zinolwazi.
2. Ngenxa yogwayimbo (industrial action) olungahle luqhubeke ngoLwesihlanu we-1 Juni 2007, umboniso weencwadi obulungiselelwe lo mhla eNew Orleans Secondary School, ePaarl, uye wahlehliselwa kuLwesihlanu we-8 Juni 2007 kodwa usaza kuqhubekela kwakule ndawo inye.

Le theyibhile ilandelayo inika imihla, amaxesha omboniso nendawo yomboniso kwisithili se-EMDC ngasinye:

I-EMDCUmhlaAmaxesha
oMboniso
Indawo
South Cape &
Karoo
Umvulo,
28/05
13: 00 - 18:00Beaufort West Sec. School,
Beaufort West
South Cape &
Karoo
Ulwesibini,
29/05
13: 00 - 18:00Outeniqua H.S.,
George
Breede River &
Overberg
Ulwesithathu,
30/05
13: 00 - 18:00EMDC's cafeteria,
Worcester
West Coast &
Winelands
Ulwesine,
31/05
13: 00 - 18:00Piketberg HS,
Piketberg
NorthUmvulo,
4/06
13: 00 - 18:00EMDC hall,
Timmerman St,
Parow
EastUlwesibini,
5/06
13: 00 - 18:00De Kuilen Primary School,
Kuils River
SouthUlwesithathu,
6/06
13: 00 - 18:00Ottery Youth Care Centre,
Plantation Road,
Ottery
CentralUlwesine,
7/06
13: 00 - 18:00Cape Town Teachers' Centre,
Molteno Roadn,
Claremont
West Coast &
Winelands
ULwesihlanu,
8/06
(umhla omtsha)
14: 00 - 18:00New Orleans Sec. School,
Paarl



ISAYINWE: NGU-J.P. RAULT-SMITH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:05:17