1. ICandelo loPhuhliso lwaBasebenzi libulela bonke abaqeshwa beSebe leMfundo leNtshona Koloni, ingakumbi abo baphila nokhubazeko kunye nabaququzeleli bale program kwi-EMDC nganye, ngokuthi baqinisekise impumelelo yale saveyi yokhubazeko.
2. ICandelo loPhuhliso lwaBasebenzi lisafumana iimpendulo ezivela kubaqeshwa. Njengoko eli candelo lifuna ukugqibezela inkqubo, ngokwenjenje kucelwa bonke abaqeshwa ukuba bangenise iifom zabo zesaveyi phambi okanye nge-30 Novemba 2006 kwiNtloko: yeSebe leMfundo leNtshona Koloni babhale ngolu hlobo Head: Western Cape Education Department, For attention: Nombongo Majeke ( Room 8-74), Directorate: Human Resource Development, Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X 9114, Cape Town, 8000 okanye zifekselwe apha 021 467 2694.
3. Siya kuyithakazelela intsebenziswano yenu.


ISAYINWE: NGU-E. KIRSTEN
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:10:26