1. ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) liya kuhlangana nemibutho yoluntu nge-28 Julayi 2006.
2. Injongo yale ntlanganiso kukubethelela ubudlelane obungcono ngezomsebenzi phakathi kukarhulumente nemibutho yoluntu.
3. Ukulungiselela le ntlanganiso, iSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) kufuneka lazi ngemibutho yoluntu isebe lethu elisebenzisana nayo nangobunjaini bobudlelane bethu nawo ngamnye wale mibutho.
4. Kubalulekile ke ngoko ukuba onke amacandelo eSebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) azalise le fom yoluhlu lwemibutho eqhotyoshelelweyo. Yakuba izaliswe ngokupheleleyo le fom, mayibuyiselwe kulo Ms C M Lee Shong, Room 8.73, Western Cape Education Department, Private Bag X9114, Cape Town, 8000 okanye ifekselwe apha 021- 467 2694 ungadlulanga owe-21 Julayi 2006.
5. Iya kuthakazelelwa kakhulu intsebenziswano yenu.


ISAYINWE: NGU-E. KIRSTEN
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:07:06

Audit form  (ubukhulu: 64 KB)

This form is also available as an Excel spreadsheet.  ExcelŽ is required to view / print this document.  Click on a title below: the document will open in a separate window.  To return to this circular, close the window.
Excel version of Audit form  (ubukhulu: 213 KB)