2. |
Le setyhula isisikhumbuzo kunye nesiqinisekiso sokuba bonke abasebenzi abebeqashwe okwethutyana baqashwe isigxina ukusukela kumhla wokuqala kwinyanga ka- 1 April 2006. Ubhalelwano ngencwadi luthunyelwe ngeposi ezikolweni izikolo ezo eziyakuzifumana iincwadi ezo ngaphambi komhla we-26 April 2006.
|
3. |
Le ngqesho isisigxina yandiswe kangango nyaka ukuya kuthi ga kumhla woku-1 April 2007 kwaye ngelixesha kuyakubakho inkcazelo rhoqo emva kwesiqngatha sonyana. Le nkcazelo kufuneka ityikitywe ithunyelwe kwisebe lezemfundo ngaphambi komhla wokuphelelwa kwayo kwaye kufuneka ikhathswe yincwadi yengqesho yomsebenzi.
|
4. |
Umvuzo womsebenzi oqashwe isigxina kwi (probation) uwufumana ngomhla wokugqibela enyangeni.
|
5. |
Izithuba zeeforimani ziyakuvezwa kwibhulethini ngomhla wama-16 May 2006. Ezinye izithuba ziyakube zipapashwe emva koka kuye kwagqitywa ngemfuno zezikolo.
|
ISAYINWE: NGU-J.J. GORDON
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:04:l9
|