1. UMphathiswa woLawulo lwamaPhondo nooRhulumente baseKkaya (Minister for Provincial and Local Government) ubeke umhla woku-1 Matshi 2006 njengosuku lokuqhutywa konyulo lwamabhunga oomasipala. Lo mhla kwakhona ubhengezwe njengosuku lweholide yoluntu ngokusemthethweni ukulungiselela iinjongo zonyulo loomasipala.
2. Ziyacelwa kwiintloko zamaziko emfundo noosihlalo bamabhunga olawulo ezikolo ukuba bancede bazise ootitshala nabasebenzi, abazali, abagcini babafundi kunye nabafundi okukule ngcaciso imfutshane ukuze bonke bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-N.S. MITI
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:02:17