1. Imihla yeentlanganiso zeKomiti yoKhuphiswano ngamaXabiso (Bid Committee) zeSebe leMfundo leNtshona Koloni kulo ka-2006 iya kuba yile ilandelayo:
InyangaImihlaInyangaImihla
Januwari16 & 30Julayi3, 17 & 31
Februwari13 & 27Agasti14 & 29
Matshi6 & 22Septemba4 & 18
Apreli3 & 18Octobha2, 16 & 30
Meyi2, 15 & 30Novemba13 & 28
Juni5 & 19Dicemba11

2. Kucelwa nithathele ingqalelo imfuneko yokuba iirikhwizishini zeziniki-maxabiso ezimiselweyo (formal) mazingeniswe ubuncinane kwiintsuku ezingama-90 phambi kokuba kufuneke iimpahla okanye iinkonzo ezithengwayo.
3. Siya kuyithakazelela kakhulu intsebenziswano yenu.


ISAYINWE: NGU-R.L. AFRICA
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:01:20