1. Kucelwa ufunde iNgcaciso eMfutshane yeCandelo leeMviwo 0019/2006, yomhla we-4 Meyi 2006, ngokumalunga nalo mba.
2. Uyacelwa ke ngoko ukuba uthathele ingqalelo umyalelo wokuba zonke iincwadi zovavanyo (test books), kunye neencwadi zovavanyo ezibe ngaphezu kwemfuneko, mazibuyiselwe kwiSebe, ngenkonzo yekhuriya, ngalo mhla umiselweyo.
3. Siya kuyithakazelela intsebenziswano yenu malunga noku.


ISAYINWE: NGU-L.C. ARENDSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:06:14