1. Kuqhotyoshelwe apha isibhengezo kunye nefom yesicelo yomfundi/yembaleki yezeMidlalo yeZikolo zaseNtshona Koloni. Izibhengezo ezo zazipapashwe kwi-Die Burger, Rapport, Cape Times ne-Sunday Times yempela-veki yowe-25 nowe-26 Matshi 2006.
2. Ukuba unolwazi ngaye nawuphi na umfundi (abafundi)/imbaleki (iimbaleki) oya kuzuza (abaya kuzuza) ngokubhalisa kwi-Western Cape Sport School, nceda uthumele ingcaciso efanelekileyo kumfundi (kubafundi)/kwimbaleki (kwiimbaleki) uze umnike inkxaso, ukuze isicelo eso sibe nokuzaliswa.
3. Iifom mazibuyiselwe kuCarien Stegmann, SPO: Elite Sport, Protea Assurance Building, Private Bag X9067, Green Market Square, Cape Town, 8000. Kusengaqhagamshelwana naye kwezi nombolo zilandelayo: Ifoni: 021 483 9663 (w), iseli: 084 563 9058 kunye/okanye idilesi ye-imeyili: cavisser@pgwc.gov.za
4. Umhla wokuvala ukwamkelwa kwezicelo i-4 Meyi 2006 uhlehlisiwe yayi-31 Julayi 2006.

Iya kuthakazelelwa kakhulu intsebenziswano yakho malunga noku.



ISAYINWE: NGU-J.P. RAULT-SMITH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:06:12

Advertisement  (ubukhulu: 223 KB)
Application form  (ubukhulu: 36 KB)