1. |
U-Artscape uya kube ebonisa umdlalo weqonga wencwadi ethi, NOSEL’EYIBETHILE AKAKAYOJI ngokubhalwa nguN. T. Gwegwe kwi- Artscape Theatre, ukusukela ngomhla we- 09 ukuya kuma- 20 Meyi 2006.
|
2. |
Siya kuyithakazelela kakhulu into yokuba kuvunyelwe abafundi beBanga le-12 abafunda njengangoku le ncwadi yedrama emiselweyo, ukuba beze kuwubona lo mdlalo weqonga njengoko uya kuba yinzuzo enkulu kubo.
|
4. |
Nceda wazise bonke abantu abachaphazelekayo ngako konke okuqulethwe yile ngcaciso emfutshane yeKharityhulam.
|
ISAYINWE: NGU-J.P. RAULT-SMITH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:03:08
|