1. Apha ngezantsi kuqhotyoshelwe iiNkcazo zeKharityhulam kaZwelonke yesiGaba seMfundo noQeqesho oluQhubelekayo (FET) kumaBakala 10 – 12 (Izifundo ngokuBanzi) ukulungiselela ezi zifundo zilandelayo:
  • Agricultural Technology

  • Agricultural Management Practices

  • Civil Technology

  • Electrical Technology

  • Engineering Graphics and Design

  • Mechanical Technology

  • Religion Studies

2. Apha kukwafakwe nezikhokelo zootitshala zeKharityhulam kaZwelonke yesiGaba seMfundo noQeqesho oluQhubelekayo (FET) kumaBakala 10 – 12 (Izifundo ngokuBanzi) ukulungiselela ezi zifundo zilandelayo:
  • ULwazi ngezoBomi

  • ULwazi olusisiSeko lweMathematika

3. Ziyacelwa iinqununu ukuba zazise le ngcaciso bonke ootitshala abachaphazelekayo ukuze bayithathele ingqalelo.
4. Iikopi zala maxwebhu ziya kuthunyelwa ngokhawuleza ezikolweni ezifundisa ezi zifundo kubafundi beBakala 10 ngo-2006


ISAYINWE: NGU-J.P. RAULT-SMITH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2006:02:28


La maxwebhu kubhekiselelwe kuwo njengaqhotyoshelwe kule setyhula, akaqhotyoshelwanga kodwa ayafumaneka njengeekopi ezingelokhutshelo (hard copies).