2. |
La mabhaso aya kunikwa ngokwala mahlelo asixhenxe alandelayo:
IiNkonzo zezeNtlalontle (Social Services)
EzobuGcisa neNkcubeko (Arts and Culture)
OoSomashishini (Business Entrepreneurs)
EzeMfundo (Education)
EzeMpilo (Health)
EzeMidlalo (Sport)
EzeSayensi neThekhinoloji (Science and Technology) |
3. |
ISebe leMfundo leNtshona Koloni liza kugxininisa kwihlelo lezeMfundo. |
4. |
Siya kukuthakazelela kakhuIu ukuba ungathumela amagama abatyunjiweyo ngale fom eqhagamshelweyo kulo Head: Education, For attention FJ Wessels, Room 873, Western Cape Education Department, Private Bag X9114, Cape Town 8000 ungadlulanga umhla wama-30 Apreli 2005. |
ISAYINWE: NGU-L.J. ROSE
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:03:11
|