1. Kuqhotyoshelwe apha ikopi yeleta yomhla we-16 Februwari 2005, eyafika ivela kwiOfisi kaNondyebo weZwelonke (National Treasury), ngenjongo yokukunika ingcaciso.
2. Nceda wazise okubhalwe kule leta bonke abasebenzi abaphantsi kolawulo lwakho ukuze bayithathele ingqalelo.
3. Siya kuyithakazelela kakhulu intsebenziswano yakho ngokumalunga noku.


ISAYINWE: NGU-W.T. WILKINSON
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:04:06

Copy of letter from National Treasury  (ubukhulu: 7 KB)