1. Zimi ngolu hlobo lulandelayo iikota zezikolo ezivunyiweyo zango-2006:
IkotaIzikole ZivulwaIzikolo Zivalwa
Yokuqala16 Januwari (ootitshala)
18 Januwari (abafundi)
31 Matshi
Yesibini10 Apreli23 Juni
Yesithathu17 Julayi22 Septemba
Yesine2 Oktobha1 Disemba (abafundi
5 Disemba (ootishala)

2. Iiholide zoluntu nezezikolo zango-2006:
1 Januwari 2006   - USuku loNyaka oMtsha 
20 Matshi 2006    - Iholide yesikolo
21 Matshi 2006    - USuku lwamaLungelo oLuntu
14 Apreli  2006   - ULwesihlanu wePasika
17 Apreli  2006   - USuku loSapho
27 Apreli 2006    - USuku lweNkululeko
28 Apreli 2006    - Iholide yesikolo
1 Meyi 2006       - USuku lwaBasebenzi 
16 Juni 2006      - USuku loLutsha
9 Agasti 2006     - USuku lwaBafazi kwiZwelonke
24 Septemba 2006  - USuku lweNkcubeko eliLifa lethu
16 Disemba 2006   - USuku loXolelwaniso
25 Disemba 2006   - USuku lweKresmesi
26 Disemba 2006   - USuku lweZipho
3. IBhunga laBaphathiswa bezeMfundo linike imvume yokuba usuku lokugqibela lokuya esikolweni kwabafundi abakumaBakala 1 ukuya ku-11 lube nguLWESIHLANU, WE-1 DISEMBA 2006, ngokuxhomekeka ekubeni olu suku lolokugqibela lokubhalwa kweemviwo ukwenzela ukuba kube nokusetyenziswa ixesha lesikolo ngeyona ndlela inenzuzo. Ootitshala bona mababe sesikolweni de kube ngoLWESIBINI, WE-5 DISEMBA 2006 ukwenzela ukuba bagqibezele imisebenzi yezolawulo.
4. Ziyabongozwa iinqununu ukuba zincede zazise ootitshala, abafundi, abazali namalungu amabhunga olawulo okubhalwe kule setyhula.


ISAYINWE: NGU-N.S. MITI
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:04:22