Ezi zilungiso zeempazamo ziqhotyoshelweyo zinika amaxesha achanekileyo kweli phepha EMS CTA kunye ezinye izinto ezimbalwa ezongeziweyo nezilungiso. Abafundi abasebenzisa inguqulelo yale CTA ebhalwe ngesi-Afrikansi bafuna ithebhile inikiweyo ukuze bakwazi ukwenza umsebenzi 4.1. ISAYINWE: NGU-A.P. CLAUSEN |