1. Oku kumalunga nezi Setyhula  0078/20020027/2003  no-0205/2003.
2. Ukuze kube nokuphuculwa ukukhawuleza kokusingathwa kwezicelo ezisuka ezikolweni ezimalunga nale mibandela ilapha ngasentla, kwenziwe iifom ezimiselweyo zokwenza izicelo ukulungiselela ukuba zisetyenziswe zizikolo xa kusenziwa izicelo ngokumalunga nale mibandela elapha ngasentla.
3. Kuqhotyoshelwe apha ezi fom zezicelo zilandelayo nezimiselweyo:
  • Imvumelwano yemboleko-mali

  • Isibonelelo se-Ovadrafti/se-ACB

  • Iinkqubo zotyalo-mali

  • Ukuqeshwa kwabantu bokuphicotha iirekhodi zezemali baze banike ingxelo ngazo

  • 4. Izicelo mazenziwe kwezi fom zimiselweyo kwi-EMDC echaphazelekayo.
    5. Iya kuthakazelelwa intsebenziswano yenu.


    ISAYINWE: NGU-E.I. MEYER
    INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
    UMHLA: 2005:08:10

    Imvumelwano yemboleko-mali  (ubukhulu: 13 KB)
    Isibonelelo se-Ovadrafti/se-ACB  (ubukhulu: 9 KB)
    Iinkqubo zotyalo-mali  (ubukhulu: 10 KB)
    Ukuqeshwa kwabantu bokuphicotha iirekhodi zezemali baze banike ingxelo ngazo  (ubukhulu: 9 KB)