1. Okuqhotyoshelwe apha yikopi yoxwebhu olukhankanywe apha ngasentla olubhalwe umhla we-9 Julayi 2004, olwafika luvela kwiSebe leNkonzo kaRhulumente noLawulo, efumaneka ngesingesi qha, oyithunyelelwa ngenjongo yokuba uyifunde wazi okubhalwe kuyo yaye ukuthathele ingqalelo.
2. Uyacelwa ukuba uncede wazise okubhalwe kwesi sikhokelo bonke abasebenzi abaphantsi kolawulo lwakho ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-W.T. WILKINSON
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2004:08:31

Guideline Document  (ubukhulu: 28 KB)