1. |
U-Artscape, esebenzisana ne-Stigting vir die Bemagtiging deur Afrikaans, uza kube ebonisa umdlalo weqonga wale noveli Kringe in ‘n bos, ngokubhalwe nguDalene Matthee kwiThiyetha yakwa-Artscape ukusukela ngomhla we-16 ukuya kowama-27 Matshi 2004. |
2. |
Iya kuthakazelelwa kakhulu into yokuba abo bafundi bebanga le-12 abafunda kulo nyaka le noveli imiselweyo, banganako ukuza kuwubukela lo mdlalo weqonga. Oko kuya kuba yinzuzo enkulu kubo. |
4. |
Nceda wazise bonke ootitshala abachaphazelekayo okuqulathwe yile setyhula. |
ISAYINWE: NGU-J.P. RAULT-SMITH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:02:09
|