1. Okuthunyelwa nolu xwebhu ziiphowusta ezimibala mibini ezingokumalunga noqeqesho kwi-RNCS lwesiGaba sabaPhakathi.
2. Kucelwa uzixhome ezi phowusta kwindawo esemboniselweni kwigumbi lootitshala kunye/okanye kwezinye iindawo apho ziya kutsala umdla wootitshala.
3. Imibuzo ngokumalunga noqeqesho mayibhekiswe kubalawuli bee-EMDC nakubacebisi ngezekharityhulam abaziintloko abakwii-EMDC.


ISAYINWE: NGU-P.A. VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2004:04:28


La maxwebhu kubhekiselelwe kuwo njengaqhotyoshelwe kule kwingcaciso, akaqhotyoshelwanga kodwa ayafumaneka njengeekopi ezingelokhutshelo (hard copies).