1. Okuthunyelwa noku sisikhokelo esongezelelweyo sesifundo sezoTyelelo noKhenketho (Travel and Tourism) kwihlelo SG esiza kuqala ukusebenza ukususela kuViwo lweMatriki lukaNovemba 2004. Esi sikhokelo masifundwe kunye nesikhokelo esasihamba kunye neSetyhula 0141/2003.
2. Njengoko esi sikhokelo songezelelweyo sibonisa ukuba luhlobo luni na lwemibuzo eya kubuzwa nokuba iya kumakishwa kanjani, kunyanzelekile ukuba bonke abaviwa abachaphazelekayo bakwazi ncam okuqulethwe sesi sikhokelo phambi kokuba babhale uviwo lweMatriki kwisifundo sezoTyelelo noKhenketho kwihlelo SG.


ISAYINWE: NGU-J.P. RAULT-SMITH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2004:03:05

Additional Examination Guidelines Travel & Tourism  (ubukhulu: 16 KB)