1. |
Le Ncwadana, INkqubo yokuSingathwa kweMicimbi yeMali yeZikolo (Basic Financial System for Schools) njengangoku ifakwa izinto zakutshanje yaye kuhlaziywa yonke imibandela echaphazela ulawulo lwemali nokuphathwa kwezikolo (kubandakanywa neehostele). Kujongwe ukuba umhla wokugqitywa kwalo msebenzi ube kuNovemba 2004 yaye inganako ukukhutshwa leyo ncwadana ihlaziyiweyo inikwe izikolo ngoJanuwari 2005. |
2. |
Ukuba unqwenela ukufaka igalelo elisemxholweni nelakhayo ngokumalunga noku, uyacelwa ukuba uthumele igalelo lakho (amagalelo akho), ungekadluli umhla wesi-8 Oktobha 2004, ngefeksi okanye nge-imeyili kuMlawuli oJongene noLawulo lweBhajethi (Director: Budget Management), ubhale ukuba oko ukuthumelayo makuthathelwe ingqalelo ngulo Ms MB van Eeden. |
3. |
Siya kuyithakazelela intsebenziswano yakho. |
ISAYINWE: NGU-J. KITSHOFF
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2004:09:15
|