1. |
Kucelwa nifunde ezi Setyhula 78/2002, 138/2003 no-205/2003 ezingokumalunga nofakelo-zilungiso kwimithetho, nolwabiwo lwemali neengxelo-mali ngokulandelelanayo. |
2. |
IiSetyhula 138/2003 no-205/2003 zicacisa ukuba amaxwebhu afunekayo makangeniswe ngqo kwi-EMDC. Ukususela ngowoku-1 Meyi 2004, zonke izicelo ezichaphazelekayo ezicela imvume kunye nemibuzo emalunga neSetyhula 78/2002 nazo mazithunyelwe ngqo kwi-EMDC echaphazelekayo. |
3. |
Ukunilungiselela, oku kulandelayo luluhlu lwezicelo neengxelo-mali emazithunyelwe ngqo kwi-EMDC echaphazelekayo, ukuze ziqwalaselwe nguMlawuli: |
3.1 |
Izicelo zokucela imvume ngokumalunga noMthetho weZikolo waseMzantsi Afrika, 1996 (84/1996) njengoko ufakelwe izilungiso (SASA), njengoko kuboniswe kwezi setyhula zilandelayo:
078/2002: Ilungelo lemali-mboleko nelokuba ne-ovadrafti
078/2002: Utyalo-mali neemali eziseleyo
138/2003: Ukuba phantsi kweSiqendu 21
205/2003: Ukuqeshwa komntu njengophicothi-zincwadi (auditor)
|
3.2 |
Amaxwebhu/Iingxelo ezifunwayo kwezi setyhula zilandelayo:
078/2002: IBhajethi yoNyaka
138/2003: IiNgxelo zeKota (WCED-043)
205/2003: IiNgxelo-mali zonyaka eziphicothiweyo
205/2003: Isatifikethi solawulo lwemali ngokufanelekileyo
|
4. |
Nazi iinkcukacha zee-EMDC ukuba ngaba ufuna ukubuza nantoni na malunga noku kulapha ngasentla:
Metropole: East | Idilesi yeposi | Idilesi yendawo emi kuyo |
School Based Management: Chief Development Advisor Gerhard Cloete Tel: 021 900 7000 Fax: 021 903 2149
|
Private Bag X23 Kuils River 7579
|
Old Nooiensfontein Street Kuilsriver |
Metropole: North | Idilesi yeposi | Idilesi yendawo emi kuyo |
School Based Management: Chief Development Advisor Amanda Jordaan Tel: 021 938 3000 Fax: 021 938 3184
|
Private Bag X45 PAROW 7500
|
Timmerman Street PAROW |
Metropole: South | Idilesi yeposi | Idilesi yendawo emi kuyo |
School Based Management: Chief Development Advisor Juan Benjamin Tel: 021 370 2000 Fax: 021 370 1856
|
Private Bag X2 MITCHELL'S PLAIN 7785
|
AZ Berman Drive Lentegeur MITCHELL'S PLAIN |
Metropole: Central | Idilesi yeposi | Idilesi yendawo emi kuyo |
School Based Management: Chief Development Advisor Ralph Mehl Tel: 021 659 4300 Fax: 021 659 4413
|
Private Bag X4 ATHLONE 7764
|
7 Main Road MOWBRAY |
West Coast/ Winelands | Idilesi yeposi | Idilesi yendawo emi kuyo |
School Based Management: Chief Development Advisor Winnie Windvogel (Acting) Tel: 021 860 1200 Fax: 021 860 1230/1
|
Private Bag X3026 PAARL 7620
|
6 Hospital Street Jack Meyer Art Centre PAARL |
Overberg/ Breede River | Idilesi yeposi | Idilesi yendawo emi kuyo |
School Based Management: Chief Development Advisor Baderudeen Kafaar Tel: 023 348 4600 Fax: 023 342 4138
|
Private Bag X3102 WORCESTER 6849
|
Durban Street WORCESTER |
South Cape/Karoo | Idilesi yeposi | Idilesi yendawo emi kuyo |
School Based Management: Chief Development Advisor Moegamat Cerfontein Tel: 044 803 8300 Fax: 044 873 3428
|
Private Bag X6510 GEORGE 6530
|
42 Courtenay Street Rentzburg Court GEORGE |
|
5. |
Siya kuyivuyela kakhulu intsebenziswano yenu. |
ISAYINWE: NGU-E.I. MEYER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2004:05:05
|