| Umsebenzi |
Umhla |
| Izikolo zifaka amanani obhaliso acwangcisiweyo kwi-SAMI. |
30 Januwari 2017 |
| Kuvuliwe ukwamkelwa kwabafundi (kuzo zonke izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo) |
06 Februwari 2017 |
| Kuvaliwe ukwamkelwa kwabafundi (kuzo zonke izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo) |
24 Matshi 2017 |
| Kwaziswa abazali ngeleta ngesiphumo sesicelo |
03 Juni 2017 |
| Abazali bangqina ukuyamkela indawo yokufunda |
30 Juni 2017 |
| Izikolo zizalisa iindawo ezikhoyo |
KwiKota yesi-3 ka-2017 |