1. Fumana apha kuqhotyoshelwe isihlomelo esimalunga nokugqithiselwa kwamagunya anikwe iLungu leSigqeba soLawulo elijongene nezemfundo ngokwalo mthetho ungentla.
2. Njengoko iisetyhula, iingcaciso ezimfutshane nezihlomelo zazo zithunyelwa ngeimeyili, kucelwa amagosa aziprintele iikopi zawo ezingokugqithiselwa kwamagunya kwii-imeyili zawo ukuba anqwenela ukuba neekopi ezingamaphepha.
3. Kucelwa wazise okukule setyhula bonke abantu abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2015:12:17

"Delegations in respect of the South African Schools Act, 1996"  (ubukhulu: 114 KB)