1. Kucelwa ukuba ufunde iSetyhula 0012/2010 yowe-24 Juni 2010, njengoko yafakelwa izilungiso ngokukuko. Le sistim ivunyiweyo ikhoyo yeWCED yaqaliswa ngowe-01 Oktobha 1997.
2. Ngenxa yenguqu kumagosa e-Sebe lemfundo Lwentshona koloni nokuqinisekiswa ukuba ingxelo eshicilelweyo ayilahleki kunye nawo onke amagosa e-WCED asebenza nge posi nembalelwano kwakunye neminye imiqulu ziyahambelana nendlela u-Archives ne WCED ngendlela yokufayilisha, kuye kwayimfuneko ukuba kunikwe onke amagosa e-WCED ingxelo elungisiweyo ngokomthetho wokufayiliswa lwase-WCED.
3. Umgaqo wokufayilisha weWCED, ngokuhambelana mbo neemfuno zalo Mthetho ukhankanywe ngentla, ucacisiwe kwisihlomelo esiqhotyoshelweyo (isiHlomelo A) yaye usebenza ngoko nangoko.
4. Kucelwa ukuba ufunde iSetyhula 0012/2010 yowe-24 Juni 2010, njengoko yafakelwa izilungiso ngokukuko
5. Le setyhula mayifundwe kunye neSetyhula 0004/2011 yowe-22 Februwari 2011, iNgcaciso eMfutshane yeCandelo loLawulo loLwazi neNgcaciso 0003/2015 yowe-22 Julayi 2015, nakwiSetyhula 0037/2015 yowe-13 Julayi 2015.
6. Kuyimfuneko kwiWCED nakwabenzelwa inkonzo bayo (clients) ukuba kuhanjelwane mbo nemigaqo yee-Akhayivu equlethwe kule setyhula.
7. Imibuzo ngale setyhula inokubhekiswa kuNks M Molaba kwifoni 021 467 2742.
8. Kucelwa wazise okukule setyhula bonke abasebenzi ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2015:11:19

"National Archives and Record Service of South Africa Act, 1996 (Act 43 of 1996)"  (ubukhulu: 51 KB)
IsiHlomelo A  (ubukhulu: 46 KB)