Byela emva     Close this Circular     Maak omsendbrief toe

ISALANTHISO:   34219
13/2/8/38
IMIBUZO:   J Parbhoo    IFONI:   021 467 2572     IFEKSI:   021 467 9370

ISETYHULA

  :    

0041/2014

UMHLA WOKUPHELELWA 

  :    

31 Matshi 2015


IYA:      

KUMASEKELA BALAWULI-JIKELELE, KUBALAWULI ABAZIINTLOKO, KUBALAWULI (KWANDLUNKULU NAKWII-OFISI ZEZITHILI ZEMFUNDO) KUMASEKELA-BALAWULI, KWIINGCALI ZEMFUNDO EZIZINTLOKO, KWIINTLOKO ZOQUQUZELELO NENGCEBISO NGEZEKHARITYHULAM, KUBAPHATHI BEEKOMITI ZEESEKETHE, KWIINTLOKO ZOQUQUZELELO NENGCEBISO NGEZE-IMG, KUBAPHATHI BEZE-IMG, KUMASEKELA EENGCALI ZEMFUNDO EZIZIINTLOKO, KWIINTLOKO ZOQUQUZELELO NGEZE-SLES, KUBAQUQUZELELI BOVAVANYO, KUBACEBISI NGEZEKHARITYHULAM NAKUBAPHATHI BAMAZIKO EMFUNDO YABADALA


ISISHWANKATHELO
ESIFUTSHANE:      

Le setyhula inika iinkcukacha emazisetyenziswe kumaBhaso e-ABET Level 4 ango-2014


ISIHLOKO:      

IIKHRAYITHERIYA ZAMABHASO EMFUNDO NOQEQESHO LWABADALA (ABET) INQANABA 4 ANGO-2014


1. ISebe leMfundo leNtshona Koloni (WCED) linovuyo ukupapasha iikhrayitheriya (IsiHlomelo A) esiya kuzisebenzisa kumaBhaso eMfundo noQeqesho lwaBadala iNqanaba 4 (ABET Level 4 Awards criteria) ango-2014.
2. Injongo yala mabhaso kukuqaphela impumelelo yabaviwa neyamaziko emfundo yabadala kwiimviwo ze-ABET Level 4 ngo-2014, ngokukodwa lawo abonise ukwanda kwenani labaviwa abathatha inxaxheba nabapasayo kwiimviwo ze-ABET Level 4, nasekuphuculeni umgangatho wokupasa kwabaviwa.
3. Sithatha eli thuba ukunqwenelela onke amaziko emfundo yabadala impumelelo kwezi mviwo.


ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2014:09:10


Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000
Nceda ubhale iinombolo zesalathiso kuyo yonke imbalelwano
Employment and salary queries: 0861 92 33 22
Safe Schools: 0800 45 46 47


La maxwebhu alandelayo abhekisele kule setyhula.
Sebenzisa i-Adobe Acrobat ReaderĀ® ukuwafunda okanye ukuwaprinta.
Klikha kwisihloko esingezantsi:  uxwebu luya kuvula i-Acrobat ReaderĀ® apho unokugcina okanye uprinte ikopi.
Ukubuyela kule setyhula, klikha kwi logo ye-WCED Online ephezulu kwesi sikrini.
IsiHlomelo A: Iikhrayitheriya zamaBhaso e-ABET Level 4 ango-2014  (ubukhulu: 64 KB)
Byela emva     Close this Circular     Maak omsendbrief toe