- noMthetho weMfundo weZikolo zePhondo leNtshona Koloni, 1997 (uMthetho 12 ka-1997)
- IMimiselo ePhathelele kuLuleko, kuNqunyanyiso nokuGxothwa kwabafundi kwiZikolo zikaRhulumente eNtshona Koloni
- neMimiselo ePhathelele kuBhaliso lweZikolo eziZimeleyo neNkxaso-mali enikwa zona (kungabandakanywa izikolo eziziipriprayimari ezizimeleyo)
1. |
Okuqhotyoshelwe apha ngamaxwebhu okudluliswa kwamagunya athweswe iNtloko yeSebe ngokwale mithetho A, B, C elapha ngentla. Ukudluliswa kwamagunya kuqala ukusebenza ukususela ngoku. |
2. |
Njengoko iisetyhula, iingcaciso ezimfutshane neefayili eziqhotyoshelwe kuzo (attachments) zithunyelwa zikwifomathi ye-imeyili, ayacelwa amagosa ukuba aziprintele iikopi zawo zamaxwebhu okudluliswa kwamagunya kwii-imeyili zawo ukuba afuna ukuba neekopi ezingamaphepha. |
3. |
Kucelwa wazise okuqulethwe yile setyhula bonke abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2014:08:07
|
|