1. Kuqhotyoshelwe apha isikhokelo esikhankanywe apha ngasentla.

2. Esi sikhokelo sisingethe le miba ilandelayo:

  1. Ukhuseleko lwabafundi kwiindawo zokudlalela abantwana phandle
  2. Iindima nemisebenzi yenqununu nootitshala
  3. Umphezulu ofanelekileyo weendawo zokudlalela abantwana phandle
  4. Izityalo eziyityhefu kunye nezinye izityalo ezingafanelekanga
  5. Ukukhethwa kwezixhobo zendawo yokudlalela abantwana phandle
  6. Amanyathelo okuthintela iingozi
  7. Ukuhlolwa nokulondolozwa kwezixhobo zendawo yokudlalela.
3. Esi sikhokelo siya kuqala ukusebenza ukususela nge 1 kweyeKhala 2014.

4. Kucelwa iinqununu zazise okukwesi sikhokelo siqhotyoshelweyo ootitshala namalungu amabhunga olawulo ukuze basithathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2014:03:25

ISikhokelo esingoKhuseleko lweeNdawo zokuDlalela aBafundi Phandle kwiZikolo zikaRhulumente  (ubukhulu: 86 KB)