1. Apha kuqhotyoshelwe uxwebhu olusihloko sithi IMimiselo ePhathelele kuTyelelo eZikolweni noVavanyo oluChaphazela iZikolo zikaRhulumente kunye neZikolo eziZimeleyo eziNikwa iNkxaso-mali eziseNtshona Koloni.
2. Kucelwa iinqununu zazise okukule setyhula nemimiselo ehamba kunye nayo bonke ootitshala nabasebenzi ukuze bakuthathele ingqalelo.


ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2012:07:13

Isongezelelo kwiGazethi yePhondo 6976  (ubukhulu: 158 KB)