1. |
Le setyhula ithatha indawo yeSetyhula 0022/2004 ngokupheleleyo. |
3. |
INcwadana yoKhuseleko kwiiLabhoratri zeSayensi eZikolweni (Safety in School Science Laboratory Manual), eyayithunyelwe ezikolweni ihamba kunye neNgcaciso eMfutshane yeCandelo loPhuhliso lweKharityhulam 005/2007, mayisetyenziswe kunye nalo mgaqonkqubo nemigqaliselo. |
4. |
Uncedo nolwazi olungaphezulu malunga noku luyakunikwa si Sithili seMfundo. |
5. |
Lo mgaqo-nkqubo nemigqaliselo uqala ukusebenza ngowe-1 Januwari 2013. |
6. |
Kucelwa ukuba iinqununu zazise okuqulethwe yile setyhula kubo bonke ootitshala. |
ISAYINWE: NGU-PENNY VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2012:05:30
|
 |