2. |
Iisetyhula zesebe Lemfundo Lentshona Koloni zithunyelwa ngefomathi ye-imeyili. Ezisetyhula zinezihlomelo ezingenako ukuthunyelwa nge-imeyili, iikopi zazo ezingamaphepha zenziwa zifumaneke. |
3. |
Izikolo,amaziko kwakunye namagosa kufuneka zitshekishe qho i-imeyili yazo njengoko la maxwebhu ebaluleke kakhulu ekusebenzeni ngempumelelo kweSebe lwemfundo yasentshona koloni,izikolo kwakunye namaziko. |
4. |
Mazincede izikolo namagosa zenze iifolda kwiikhompyutha zazo zokugcina ezi setyhula njengoko kufuneka zigcinwe kwirekhodi okokoko nje zisasebenza ngokusemthethweni. |
5. |
Ziyafumaneka kwakhona iisetyhula ezakhutshwa ukususela ekuqaleni kuka-2003 kweli ziko lewebhu leSebe iWCED http://wced.wcape.gov.za/circulars/index-circmins.html.
|
6. |
Kucelwa wazise bonke abachaphazelekayo okubhalwe kule setyhula ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2011:02:17
|
|