ISETYHULA : | 0032/2010 | UMHLA WOKUPHELELWA : | AWUKHO |
IYA: | KUBALAWULI ABAZIINTLOKO, KUBALAWULI, KUMASEKELA BALAWULI, KWIINTLOKO ZOQUQUZELELO NENGCEBISO NGEZE-IMG, KUBAPHATHI BEEKOMITI ZEESEKETHE, KWIINQUNUNU ZEZIKOLO ZIKARHULUMENTE EZIQHELEKILEYO NAKOOSIHLALO BAMABHUNGA OLAWULO EZIKOLO |
ISISHWANKATHELO ESIFUTSHANE: | UMgaqo-nkqubo neekhrayitheriya zokubonelela ngothutho lwabafundi nenkxaso-mali kubafundi kwizikolo zikarhulumente eziqhelekileyo |
ISIHLOKO: | UMGAQO-NKQUBO WOTHUTHO LWABAFUNDI WESEBE LEMFUNDO LENTSHONA KOLONI WEZIKOLO ZIKARHULUMENTE EZIQHELEKILEYO |
2. |
Lo Mgaqo-nkqubo uya kusebenza kuzo zonke izikolo zikarhulumente eziqhelekileyo nakubafundi abafunda kuzo ukususela nge-1 Januwari 2011. |
3. |
Okuqulethwe ngulo mgaqo-nkqubo makwaziswe bonke abazali, abafundi ootitshala nabasebenzi ukuze bakuthathele ingqalelo.
|
ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:09:04
Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano Safe Schools: 0800 45 46 47 CLIENT CALL CENTRE: 0861 92 33 22
|