1. |
Okufakwe apha zizintlu zeencwadi ezimiselwe ukufundwa nekucetyiswa ukuba zifundwe zoncwadi olufundwa kumaBakala 7-11 ngo-2011. Kwezi zintlu azifakwanga izintlu zesi-Afrikansi zamaBakala 10 - 11, ezazithunyelwe ezikolweni ngo-2008.
|
English - AmaBakala 7-9 Afrikaans - AmaBakala 7-9 African Languages (isiXhosa, Sesotho & Setswana)- AmaBakala 7-9 English & African Languages- AmaBakala 10 no-11 Dramatic Arts English - AmaBakala 10 no-11 Dramatic Arts Afrikaans - AmaBakala 10 no-11
|
|
2. |
Ezi zintlu zenziwe ngohlobo lokuba zilungiselele injongo yokuncitshiswa kwemfuneko yokuthengwa kweencwadi ezintsha. |
3. |
Zonke izicelo neekhomenti ziye zathathelwe ingqalelo ngononophelo kwaza apho kuyimfuneko, kwenziwa izilungiso kwizintlu zethutyana (provisional lists). |
4. |
ISebe linqwenela ukwenza umbulelo kubo bonke abo babe negalelo ekuqulunqweni kwezi zintlu. Kubulelwa ngokukodwa iiKomiti zeeNcwadi eZimiselwe ukuFundwa. |
ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:06:10
|