ISETYHULA : | 0012/2010 | UMHLA WOKUPHELELWA : | AWUKHO |
IYA: | UMASEKELA BALAWULI -JIKELELE, KUBALAWULI ABAZIINTLOKO, KUBALAWULI (KWANDLUNKULU NAKWII-OFISI ZEZITHILI ZEMFUNDO), KUMASEKELA BALAWULI KWIINTLOKO ZOQUQUZELELO NENGCEBISO NGEZE-IMG, KUBAPHATHI BEEKOMITI ZEESEKETHE, KUBAPHATHI BEZE-IMG, KWIINGCALI ZEMFUNDO EZIZIINTLOKO, NAKUMASEKELA EENGCALI ZEMFUNDO EZIZIINTLOKO. |
ISISHWANKATHELO ESIFUTSHANE: | Umyalelo wee Akhayivu :Inkqubo yokufayilisha ehlaziyiweyo yeSebe leMfundo leNtshona Koloni |
ISIHLOKO: | INKQUBO YOKUFAYILISHA EHLAZIYIWEYO YESEBE LEMFUNDO LENTSHONA KOLONI |
2. |
Imibuzo malunga nokuqulethwe yile setyhula okanye nenkqubo yokufayilisha ehlaziyiweyo mayibhekiswe kulamagosa alandelayo:
Amagosa |
Inombolo yefoni |
Nks S.F. Maqendwana |
021 467 2361 |
Nks M. Fick |
021 467 2758 |
|
3. |
Kucelwa wazise okukule setyhula bonke abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-PA VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2010:06:24
Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano Safe Schools: 0800 45 46 47 CLIENT CALL CENTRE: 0861 92 33 22
|