1. ISebe leMfundo likazwelonke linike umgaqo-sikhokelo wesiqulatho esitsha seeSayensi zoBomi ukuxhasa ukufundiswa kwesi sifundo.
2. ISebe iDoE lichazile ukuba lo mgaqo-sikhokelo wesiqulatho esitsha umele ukwenziwa kwiBakala 10 ngo-2009, kwiBakala 11 ngo-2010 nakwiBakala 12 ngo-2011.
3. Abacebisi ngezekharityhulam kwizithili baya kuxoxa ngeenkcukacha zesi siqulatho sitsha kunye nezikolo ebudeni bonyaka ukunika inkxaso engaphezulu kuphunyezo lwale nkqubo.
4. Kucelwa wazise le ngcaciso bonke ootitshala nabafundi abachaphazelekayo kwisikolo sakho.


ISAYINWE: NGU-T. SINGH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2008:02:13

Overall introduction to Life Sciences Grades 10-12  (ubukhulu: 228 KB)
New Life Sciences Grade 10 – January 2009  (ubukhulu: 32 KB)
New Life Sciences Grade 11 – January 2010  (ubukhulu: 30 KB)
New content framework: Life Sciences Grade 12 – January 2011  (ubukhulu: 32 KB)