1. Izintlu zerikhwizishini ezincedisayo (supplementary booklists) zeBakala 12 ekubhekiselelwe kuzo kwiNgcaciso eMfutshane yeKharityhulam ye-FET DCF/0001/2007 (yowe-22 Novemba 2007) ziqhotyoshelwe apha.
2. Izikolo ezingekazenzi ii-odolo ze-Agricultural Sciences, Sciences, Design, Dramatic Arts, Electronical Technology, Engineering Graphics & Design, Mechanical Technology and Visual Arts zimele ukuzalisa isiHlomelo C esasinikiwe sihamba nale ngcaciso imfutshane ingasentla.
3. Iifom ezifakwe isitampu kunye neefom zerikhwizishini mazingeniswe ngesandla kuMrs P Phillips, e-Education Multicentre, e-Nooiensfontein Rd, e-Kuils River, okanye ziposelwe ku-Private Bag X14, Kuils River, 7579, ungadlulanga owe-5 Disemba 2007.


ISAYINWE: NGU-M.J. CAMERON
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2007:11:30

Special Project Grade 12 textbooks: Original and supplementary Catalogue for 2008  (ubukhulu: 24 KB)
isiHlomelo C  (ubukhulu: 7 KB)