2. |
ISebe leMfundo kuZwelonke lazise amaphondo ngale Setyhula S8 ka-2005 ukuba la maqumrhu ovavanyo alandelayo avunyiwe nguMphathiswa wezeMfundo:
I-Associated Board of the Royal Schools of Music
I-Trinity College of London
I-UNISA
|
3. |
Umfundi angafunda iprogram yoMculo efundiswa ngala maqumrhu ovavanyo mathathu phantsi kwale miqathango ilandelayo:
|
3.1 |
Umfundi angafunda isifundo njengesifundo esinye kwezisixhenxe ezinyanzelekileyo okanye njengesifundo sesibhozo okanye sethoba.
|
3.2 |
Umfundi makabhalisele isifundo kulo nyaka abhalise ngawo kwiBakala 10 okokuqala.
|
3.3 |
Iprogram yoMculo mayibhaliswe njengesinye sezifundo zeQela B (Group B) lezifundo ezidweliswe kwi-NSC.
|
3.4 |
Abafundi abayi kuvunyelwa ukuba bagqibezele icandelo eliyi-prerequisite theoretical component kwiprogram ekhethiweyo yoMculo phambi kobhaliso lwakhe kwiBakala 10 kwi-NSC.
|
3.5 |
Abafundi mababhalise kwiprogram yoMculo efundiswa lelinye lala maqumrhu mathathu avunyiweyo kwelona nqanaba lisezantsi liliHlelo 4 kuviwo olukhethiweyo oluyi-Practical Music examination kwiBakala 10, kwaye makaqhubele phambili ubuncinane abe kwiHlelo 6 kunyaka wakhe weBakala 12 ukuzalisekisa iimfuno zeprogram ye-NSC.
|
3.5.1 |
Abafundi mababhalise kwiprogram yoMculo efundiswa lelinye lala maqumrhu avunyiweyo mathathu kwelona nqanaba lisezantsi liliHlelo 5 okanye 6 kuviwo olukhethiweyo oluyi-Practical Music examination kwiBakala 10, kwaye makaqhubele phambili ubuncinane abe kwiHlelo 6 kunyaka wakhe weBakala 12 ukuzalisekisa iimfuno zeprogram ye-NSC.
|
3.5.2 |
Abafundi mababhalise kwiprogram yoMculo efundiswa lelinye lala maqumrhu avunyiweyo mathathu kwinqanaba leHlelo 7 okanye 8 okanye kwinqanaba le-Licentiate level kolo viwo lukhethiweyo lwe-Practical Music examination kwiBakala 10, angafunda ezi program ithuba leminyaka emithathu kumaBakala 10 ukuya ku-12 ukuzalisekisa iimfuno zeprogram ye-NSC.
|
3.6 |
Abafundi bangafunda ezona zifundo zininzi esinye se-ABRSM okanye ese-TCL okanye ese-UNISA kwiHlelo 6, 7, 8 okanye ezi program Performer’s Diploma/Licentiate programmes azidibanise nezifundo zeSatifikethi seMatriki sikaZwelonke (National Senior Certificate), ezinokubandakanya isifundo soMculo.
|
3.7 |
Abafundi abenza esinye sezifundo zoviwo loMculo lwe-ABRSM okanye lwe-TCL okanye lwe-UNISA basenze kunye nesifundo soMculo esidweliswe kwi-NSC, abanako ukufunda i-instrument efanayo kwiimviwo zombini.
|
3.8 |
Abafundi abafunda nayiphi na iprogram kwezoMculo mababonise ubungqina bemisebenzi yovavanyo lwangaphakathi kwiphothifoliyo.
|
4. |
Iziphumo zokugqibela ezifunyenwe ngumfundi ziya kubalwa kudityaniswe amacandelo omabini i-Practical Music kwakunye necandelo lalo lethiyori eliyimfuneko (prerequisite theoretical component):
I-Associated Board of the Royal Schools of Music (ABRSM)
NSC Grade 10 | NSC Grade 11 | NSC Grade 12 |
Grade 4 Practical and Grade 4 Theory | Grade 5 Practical and Grade 5 Theory | Grade 6 Practical and Grade 6 Theory |
Grade 5 Practical and Grade 5 Theory | Grade 6 Practical and Grade 6 Theory | Grade 7 Practical and Grade 6 Theory |
Grade 6 Practical and Grade 6 Theory | | Grade 7 Practical and Grade 6 Theory |
Grade 7 Practical and Grade 6 Theory | | Grade 7 Practical and Grade 6 Theory or higher |
I-Trinity College of London (TCL)
NSC Grade 10 | NSC Grade 11 | NSC Grade 12 |
Grade 4 Practical and Grade 4 Theory | Grade 5 Practical and Grade 5 Theory | Grade 6 Practical and Grade 6 Theory |
Grade 5 Practical and Grade 5 Theory | Grade 6 Practical and Grade 6 Theory | Grade 7 Practical and Grade 6 Theory |
Grade 6 Practical and Grade 6 Theory | | Grade 7 Practical and Grade 6 Theory |
Grade 7 Practical and Grade 6 Theory or higher | | Grade 7 Practical and Grade 6 Theory or higher |
I-UNISA
NSC Grade 10 | NSC Grade 11 | NSC Grade 12 |
Grade 4 Practical and Grade 3 Theory | Grade 5 Practical and Grade 4 Theory | Grade 6 Practical and Grade 5 Theory |
Grade 5 Practical and Grade 4 Theory | Grade 6 Practical and Grade 5 Theory | Grade 7 Practical and Grade 5 Theory |
Grade 6 Practical and Grade 5 Theory | | Grade 7 Practical and Grade 5 Theory |
Grade 7 Practical and Grade 5 Theory or higher | | Grade 7 Practical and Grade 5 Theory or higher |
|
5. |
Ezi mfuno zizi-prerequisite theoreticalcomponents zeeProgram zoMculo zamaqumrhu ovavanyo avunyiweyo zimi ngolu hlobo lulandelayo:
I-Associated Board of the Royal Schools of Music
Practical Music Examination | Prerequisite theoretical component |
Grade 4 | Grade 4 |
Grade 5 | Grade 5 |
Grade 6 | Grade 6 |
Grade 7 | Grade 6 |
Grade 8 | Grade 7 |
Performer’s Diploma | Grade 8 |
Performer’s Licentiate in Music | Grade 8 |
I-Trinity College of London
Practical Music Examination | Prerequisite theoretical component |
Grade 6 | Grade 4 |
Grade 6 | Grade 5 |
Grade 6 | Grade 6 |
Grade 7 | Grade 6 |
Grade 8 | Grade 7 |
Performer’s Certificate in Music | Grade 8 |
Associate Performer’s Licentiate in Music | Grade 8 |
Performer’s Licentiate in Music | Grade 8 |
I-UNISA
Practical Music Examination | Prerequisite theoretical component |
Grade 6 | Grade 3 |
Grade 6 | Grade 4 |
Grade 6 | Grade 5 |
Grade 7 | Grade 5 |
Grade 8 | Grade 6 |
Performer’s Licentiate in Music | Grade 7 |
|
6. |
Nceda wazise okukule setyhula bonke abachaphazelekayo ukuze bakuthathele ingqalelo. |
ISAYINWE: NGU-S.N. NAICKER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:02:16
|