1. UMgaqo-nkqubo weNkcazo yeKharityhulam kaZwelonke eHlaziyiweyo (Revised National Curriculum Statement (NCS)) amaBakala R-9, uza kuqaliswa kumaBakala 8 no-9 ngo-2007.
2. Iikhosi zoqhelwaniso kuzo zonke iinkalo zesifundo kumaBakala 8 no 9 ziya kuba nge-10 ukuya kwi-14 Julayi 2006.
3. Iikhosi ziya kuphindwa ukususela nge-26 ukuya kwi-29 Septemba 2006 kootitshala abafundisa kwinkalo yesifundo yesibini.
4. Iinkcukacha zeendawo zoqeqesho ziya kunikwa ngo-2006.


ISAYINWE: NGU-S.M. NAICKER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:12:02