1. INgcaciso yeKharityhulam kaZwelonke (NCS) yeMfundo noQeqesho oluQhubelekayo (FET) iya kuqaliswa ngoJanuwari 2006 kwiSebe leMfundo leNtshona Koloni. Ngoku ke kufanele ukuba zonke izikolo ezichaphazelekayo sele zizikhethile izifundo, phantsi kwengcebiso yee-EMDC zazo, zokulungiselela ukuqaliswa kwe-NCS.
2. Ngako oko ke uyakhunjuzwa ukuba ezi zifundo zilandelayo aziyi kufundiswa kwiBakala 10 ukususela ngoJanuwari 2006 kuye phambili:
1.  Additional Mathematics
2.  Biblical Studies
3.  Bricklaying and Plastering
4.  Commercial Mathematics
5.  Dance Performance
6.  Electrician Work
7.  Electronics
8.  Fitting and Turning
9.  Functional Mathematics
10. Functional Physical Science
11. Graphic Art
12. Hotelkeeping and Catering
13. Introduction to Criminology
14. Introduction to Ethnology
15. Jewish Studies
16. Law of Criminal Procedure and Evidence
17. Maritime Studies
18. Mercantile Law
19. Metalwork
20. Motor Mechanics
21. Music Performance
22. Needlework and Clothing
23. Painting
24. Physiology
25. Sculpture
26. South African Criminal Law
27. Statute Law
28. Typing
29. Welding and Sheetmetalworking
30. Woodwork
31. Woodworking


ISAYINWE: NGU-J.P. RAULT-SMITH
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:01:21