ISETYHULA : | 0057/2005 | UMHLA WOKUPHELELWA : | 31/3/2005 |
IYA: | KUBALAWULI ABAZIINTLOKO, KUBALAWULI (KWANDLUNKULU NAKWII-EMDC), KUBAPHATHI BESEKETHE ABAKHULU, KUBAPHATHI BEESEKETHE, KUBACWANGCISI BEZEKHARITYHULAM, KUBACEBISI NGEZEKHARITYHULAM ABAZIINTLOKO, KUBACEBISI NGEZEKHARITYHULAM (KWANDLUNKULU NAKWII-EMDC), KUBAQUQUZELELI BOVAVANYO, KWIINTLOKO ZAWO ONKE AMAZIKO EMFUNDO ALUNGISELELA ABAVIWA IIMVIWO ZEMATRIKI NAKOOTITSHALA BEZIFUNDO EZIDWELISIWEYO |
ISISHWANKATHELO ESIFUTSHANE: | Izikhokelo zovavanyo zikazwelonke kwizifundo ezihlanu ezongezelelweyo eziza kuvavanywa kwinqanaba likazwelonke |
ISIHLOKO: | IZIKHOKELO ZOVAVANYO ZIKAZWELONKE ZEZI ZIFUNDO AFRIKAANS SECOND LANGUAGE, AGRICULTURAL SCIENCE, BUSINESS ECONOMICS, ECONOMICS KUNYE NE-GEOGRAPHY |
1. |
Ezi zifundo zilandelayo ziya kuvavanywa nazo kwinqanaba likazwelonke kwiBakala 12 ngo-2006 no-2007: Afrikaans Second Language, Agricultural Science, Business Economics, Economics ne- Geography.
|
3. |
Iinqununu ziyacelwa ukuba zenze iikopi zala maxwebhu zize ziwanike ootitshala abathatha inxaxheba ekufundiseni nasekuvavanyeni ezi zifundo ukuze abaviwa benze imisebenzi echanekileyo yeCASS nokuba balungiselelwe ngokupheleleyo ifomathi yoviwo lokugqibela kwezi zifundo.
|
4. |
Abacebisi ngezekharityhulam abachaphazelekayo baya kunceda ootitshala abanemibuzo ngokumalunga noku.
|
ISAYINWE: NGU-B.K. SCHREUDER
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:10:19
Meld asseblief verwysingsnommers in alle korrespondensie / Please quote reference numbers in all correspondence / Nceda ubhale iimombolo zesalathisa kuyo yonke imbalelwano Grand Central Towers, Laer-Parlementstraat, Privaatsak X9114, Kaapstad 8000 Grand Central Towers, Lower Parliament Street, Private Bag X9114, Cape Town 8000 WEB: http://wced.wcape.gov.za INBELSENTRUM / CALL CENTRE Indiensneming- en salarisnavrae / Employment and salary queries: 0861 92 33 22 Veilige Skole / Safe Schools: 0800 45 46 47
|