1. |
Wawazisiwe ngeNgcaciso eMfutshane LS0010/2004 yomhla woku-1 Apreli 2004 nangale LS0014/2004 yowe-23 Apreli 2004 ukuba le sistim ikhankanywe apha ngentla iqalile ukusebenza ngoku.
|
2. |
Ukuze kuqinisekiswe ukuba isistim isetyenziselwa injongo eyenzelwe yona, la manyathelo aqhotyoshelweyo (Isihlomelo A & B) makalandelwe ngokuthe ngqo.
|
3. |
Le Setylhula ithatha indawo yezi LS0010/2004 yomhla woku-1 Apreli 2004 nale LS0014/2004 yomhla wama-23 Apreli 2004.
|
4. |
Kucelwa wazise bonke abachaphazelekayo okubhalwe kule setyhula ukuze bakuthathele ingqalelo.
|
5. |
Nayiphi na imibuzo ngokumalunga nokubhalwe kule setyhula mayibhekiswe kwaba:
Ms M Fick - 021 467 2758
Ms C Currie - 021 467 2757
|
Siyabulela ngentsebenzi swano yenu.
ISAYINWE: NGU-L.J. ELY
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2005:07:18
|