1. Olu xwebhu luqhotyoshelweyo, Implementation Plan for Section 38A of the South African Schools Act, 1996 (uMthetho 84 ka 1996) lunika iinkcukacha ngemigaqo-nkqubo nangeenkqubo eziya kusetyenziswa ukulawula intlawulo yomvuzo owongezelelweyo ngamabhunga olawulo ezikolo kubaqeshwa bakarhulumente.
2. Nganye inqununu mayiqinisekise ukuba ikopi yale setyhula neyoxwebhu oluqhotyoshelweyo zinikwa usihlalo webhunga lolawulo lesikolo ukumazisa nokuba okubhalwe kula maxwebhu makwaziswe bonke ootitshala namalungu ebhunga lolawulo lesikolo ukuze bakuthathele ingqalelo nekufuneka bacelwe ukuba bawasayine babhale nomhla abawafunde ngawo.


ISAYINWE: R.B. SWARTZ
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2004:08:09

ISICWANGCISO SOKUQALISWA KOKUSEBENZA KWESIQENDU 38A SOMTHETHO WEZIKOLO WASEMZANTSI AFRIKA UMTHETHO 84 KA 1996  (ubukhulu: 50 KB)