2. |
Olu luhlu lwenziwe ngohlobo lokuba lunciphise ukuthengwa kweencwadi ezintsha kodwa lukwalungiselela ukuba kuqaliswe iincwadi ezintsha. |
3. |
Zonke izicelo nezimvo ezivakalisiweyo ziye zaqwalaselisiswa kwaza, apho kufanelekileyo, kwafakelwa izilungiso kuluhlu lokubambisa (provisional list). |
4. |
Eli Sebe livakalisa umbulelo walo kubo bonke abo baye benza igalelo ngokumalunga nokwenziwa kolu luhlu. Likwathi maz’ enethole ngokukodwa kwiiKomiti yeeNcwadi eziMiselweyo. |
ISAYINWE: NGU-P.A. VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2004:05:10
|