1. Le setyhula1 ihamba kunye nomqulu onezi zinto zilandelayo ekhankanywe zeFayile enguVimba yeKharityhulam eBandakanya wonke uMfundi kwiSetyhula 0067/2003, eyayihamba kunye nale fayili:

1 La maxwebhu kubhekiselelwe kuwo njengaqhotyoshelwe kule setyhula, akaqhotyoshelwanga kodwa ayafumaneka njengeekopi ezingelokhutshelo (hard copies).


1.1 Izahluli zefayili ezithandathu
1.2 UModyuli 1 oyisethi yamaxwebhu ashicilelweyo, anezi zinto zilandelayo:
1.2.1 Ukwaziswa kwemfundo eBandakanya wonke uMfundi
1.2.2 Ingcaciso ngezithintelo zemfundo
1.2.3 Indlela yokufikelela kwingcaciso ekwikharityhulam ebandakanya wonke umfundi
1.2.4 Ukwazi ukunika inkxaso (Managing support)
1.3 Ikopi yesiKhokelo soVavanyo (Assessment Guidelines) seKharityhulam 2005.
1.4 Ikhweshine yovavanyo emayizaliswe iinkcukacha ize ibuyiswe ungadlulanga owama-31 Meyi 2003

2. Izinto ezikhankanywe ku-1.2 no-1.3 mazifakwe kweli candelo ‘IsiKhokelo sePhondo’.

3. Ziyabongozwa iintloko zamaziko emfundo ukuba zincede ziqinisekise ukuba igcinwa isebenza ngokwenene le fayili.


ISAYINWE: NGU-P.A. VINJEVOLD
INTLOKO: YESEBE LEMFUNDO
UMHLA: 2003:04:14

Ikhweshine  (ubukhulu: 59 KB)